Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.

Indawo

  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Lungisa idilesi yendlu yakho

    Funda ukuba ungayilungisa nini kwaye njani idilesi yendlu yakho.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Lungisa indawo ekuyo kwimephu

    Iindwendwe ezinokubhukisha okuqinisekisiweyo ziza kufumana eyona ndawo ikuyo indlu yakho nedilesi. Ungakhetha ukubonisa abantu abanokuba zindwendwe ingingqi ekuyo okanye eyona ndawo ikuyo.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Ukuqinisekisa indlu yakho

    Ukuqinisekisa izindlu kwenza kube lula ukuba iindwendwe zibhukishe zizithembile. Ababuki zindwendwe basenokucelwa ukuba babonise ukuba indlu yabo yindawo yokwenyani, ikwindawo echanileyo ibe bayakwazi ukungena kuloo ndawo.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Indlela ekugqitywa ngayo ngeendawo ezikwizixeko ezikhulu

    Indlu ifakwa ngokuzenzekelayo kwingingqi ngokusekelwe kwidilesi yayo ibe ingingqi ayikwazi ukutshintshwa.