Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.

Izinto ezilindeleke kwintsapho

  • Ipolisi yentsapho

    Izinto ezilindeleke kwiindwendwe

    Silindele ukuba iindwendwe zethu zibambelele kwimigaqo ethile, zize zibacingele, zibahlonele Ababuki Zindwendwe bazo, abamelwane Bababuki Zindwendwe nabo nabaphi na abantu basekuhlaleni abasenokudibana nabo.
  • Ipolisi yentsapho

    Ukunyaniseka xa unxibelelana

    Akukho mntu omele achaze yena okanye iinjongo zakhe ngendlela engachananga xa esebenzisa uAirbnb.
  • Ipolisi yentsapho

    Ukuba ngummelwane olungileyo

    Intlonipho kufuneka idlulele nakwabanye abantu abangeyiyo intsapho yakwa-Airbnb abakufutshane nathi. Loo ntlonipho iquka ukuphepha ukuphazamisa abamelwane ngeepati eziphazamisayo, amatheko, ingxolo, okanye ezinye izinto ezicaphukisayo.
  • Indlela yokuyenza • Undwendwe

    Imida yeendwendwe zika-Airbnb

    Iindwendwe zimele zilihlonele inani elivunyiweyo leendwendwe zize zicele imvume Kubabuki Zindwendwe ngaphambi kokuba zize nabantu abangakumbi.
  • Indlela yokuyenza

    Abantu abakufanelekelayo ukufumana iindawo ngexesha longxamiseko ngoAirbnb.org

    Le nkqubo inceda abantu abafudukileyo, abanceda ngexesha likaxakeka, izigulana nabantu abazikhathalelayo, iimbacu nabantu abafuna ukhuseleko.
  • Ipolisi yentsapho

    Ipolisi Engokuphazanyiswa Kwentsapho

    Kubalulekile ukuba abo basebenzisa uAirbnb bayihloniphe intsapho esingqongileyo.
  • Ipolisi yentsapho

    Imithetho ebekelwe iindwendwe

    Nceda ufunde imithetho yethu ebekelwe iindwendwe.
  • Ipolisi yentsapho

    Ipolisi Ka-Airbnb Yezinto Ezenzeka Ngaphandle KweWebhusayithi

    Nceda uhlole Ipolisi yakwa-Airbnb Yezinto Ezenziwa Ngaphandle Kwewebhusayithi
  • Ipolisi yentsapho

    Indlela uAirbnb awukhangela ngayo umngcipheko weepati

    Xa abasebenzisi bakaAirbnb bezama ukubhukisha kuAribnb siye sijonge umngcipheko ukuze sibone ukuba ukhona na umngcipheko xa loo mntu evunyelwa ukubhukisha, njengemingcipheko yokhuseleko nedibene neepati okanye amatheko enziwa ngabantu.
  • Ipolisi yentsapho

    Ipolisi Yokulungisa Izinto

    Xa salela umntu ukuba asebenzise uAirbnb, sisusa okanye simisa indlu yakhe okwexeshana, okanye sisenza enye into emohlwayayo, akavumelekanga ukuba aphephe (okanye “angayisel' iso”) ipolisi yethu emnyanzelisayo.