Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.

Ukurhoxa

  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Ukuba undwendwe lwakho luyarhoxisa

    Ukuba undwendwe lwakho lurhoxisa ukubhukisha kwalo, siza kukwazisa size sizivule ngokuzenzekelayo ezo ntsuku kwikhalenda yakho ukuze ukwazi ukwamkela ezinye iindwendwe.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Indlela Umbuki Zindwendwe arhoxisa ngayo ukubhukisha

    Ungakurhoxisa ukubhukisha njengoMbuki Zindwendwe, kodwa ukuba ixesha lokubhalisa xa kufikwa likwiiyure eziyi-24, usenokungakwazi ukurhoxisa kwi-intanethi.
  • Ipolisi yentsapho • Umbuki zindwendwe

    Ipolisi Yokurhoxa Yombuki Zindwendwe

    Ngenxa yokuba ukurhoxisa kunokuphazamisa indlela ezicebe ngayo iindwendwe kwaye kunokwenza zingayithembi intsapho ka-Airbnb, kukho izohlwayo eziye zibekho xa Umbuki Zindwendwe erhoxisa.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Kwenzeka ntoni kwiindwendwe zakho ukuba kufuneka urhoxe

    Undwendwe lwakho luza kuchazelwa ngoko nangoko ngeimeyile luze lubuyiselwe yonke imali yalo.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Buyisela ukubhukisha kondwendwe okurhoxisiweyo

    Ukuba ufuna ukubuyisela ukubhukisha okurhoxisiweyo, kuza kufuneka uqhakamshelane nondwendwe uze ulucele lubhukishe okokutsha.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Ukurhoxisa ukubhukisha njengoMbuki Zindwendwe ngaphandle kwemiphumo emibi

    Ukuba Umbuki Zindwendwe kufuneka arhoxise ngenxa yesizathu esivakalayo, siza kusebenzisana naye size sincede iindwendwe zakhe zifumane enye indawo yokuhlala, engakhange abhataliselwe ukurhoxa okanye ezinye iziphumo zokurhoxa Umbuki Zindwendwe.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Kuthetha ukuthini ukusebenzisa inkqubo yokukhansilisha okanye ukungayisebenzisi?

    Ukuba undwendwe lwakho lutshintsha indawo ebhukishiweyo ekuza kuhlalwa kuyo iintsuku ezingangenyanga kwiintsuku ezingaphantsi kweziyi-30 ngaphambili, ungakhetha ukusebenzisa ipolisi yakho yokurhoxa okanye ungayisebenzisi.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Tshintsha ipolisi yakho yokurhoxa

    Kulula ukutshintsha ipolisi yakho yokurhoxa wakuba wenze isigqibo seyona ikusebenzelayo.
  • Ipolisi yentsapho

    Ipolisi Yeziganeko Ezikhulu Eziphazamisayo

    Fumana iinkcukacha ngendlela ekurhoxiswa ngayo xa kuvela iimeko ezingalindelekanga ezingapha kwamandla akho emva kokubhukisha ezenza ungakwazi okanye kungabikho semthethweni ukugqiba uhambo lwakho.
  • Imithetho • Umbuki zindwendwe

    Ipolisi yokurhoxa eJamani

    Ukuba ungumbuki zindwendwe eJamani, kuza kufuneka uhlole imithetho yasekuhlaleni uze uqinisekise ukuba ipolisi yakho yokurhoxisa iyahambisana nomthetho.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Isizathu sokuba ipolisi yakho yokurhoxa isenokungasebenzi

    Ipolisi yakho yokurhoxa isenokungasebenzi kwiimeko ezithile. Kwezi meko, undwendwe lusenokubuyiselwa yonke imali yalo ngokuhambiselana Nemimiselo Yethu Yenkonzo.