Dlulela kumxholo
Siyaxolisa, ezinye iindawo zewebhusayithi ye-Airbnb azisebenzi kakuhle xa ungayivumelanga i-JavaScript.
Iziko Lolwazi
Imixholo
Ukufunda
Iindaba
Uncedo
Ngena kwiakhawunti yakho
Iziko Loncedo
Indawo yakho
Amanqaku ayi-25
,
·
Iividiyo eziyi-3
Indawo yakho
Funda eyona ndlela yokulungisa indawo yakho uze yenze iindwendwe zizive zamkelekile.
Amanqaku ayi-25
,
·
Iividiyo eziyi-3
Izihluzi zohlobo lomxholo
Iinkcukacha
Ukunciphisa ukuba sesichengeni somsi otyhefayo kwindawo yakho
Faka ialam yomsi otyhefayo uze ulungise indlu yakho ukuze wazise iindwendwe.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Fumana izimvo ezingakumbi ezineenkwenkwezi eziyi-5
Thatha la manyathelo ukuze uqhubeke uphucula izinto onazo nendlela ozibuka ngayo iindwendwe.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Izinto ekufuneka uzazi ngokwamkela iindwendwe ezizintsapho
Ngobuchule lungisa indawo yakho uze utshintshe indlu yakho ukuze bande abantu abanomdla kuyo.
Lifundeka ngemizuzu eyi-4
Isikhokelo sokufota iindlela zokungena
Iifoto zendlu ezintle zinceda iindwendwe ezifuna izinto ezinceda ilungele wonke umntu zazi into emaziyilindele.
Ividiyo yemizuzu eyi-5
Indlela yokwamkela iindwendwe zakho zokuqala zakwa-Airbnb
Yenzela iindwendwe zakho indawo yokuhlala engasoze ilibaleke—ngalo lonke ixesha.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Yenza indawo yakho ilungele iindwendwe
Ukususela ekulungiseni imiqamelo ukuya ekufakeni izinto ezinokusetyenziswa, iinkcukacha zibalulekile.
Lifundeka ngomzuzu oyi-1
Indlela yokusebenzisa amanyathelo ayi-5 enkqubo yokucoca yakwa-Airbnb
Fumana isikhokelo sokulandela amanyathelo ayi-5 enkqubo yokucoca.
Lifundeka ngemizuzu eyi-7
Ukwenza indawo entle netofotofo
Mazihlale zikhona izinto ezisisiseko, yigcine icocekile, uze wenze ubuntu bakho bubonakale.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Izinto ezincinci ezithandwa zindwendwe
Zenze zingayilibali indawo yakho ngezinto ezinokusetyenziswa ezisemgangathweni.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Indlela ekunceda ngayo ukulala kwindawo yakho usuku olunye
Ukuba lundwendwe lwakho kunokukunceda ubone izinto ekufuneka uziphucule.
Ividiyo yemizuzu eyi-2
Izinto ezinokusetyenziswa ezifunwa zindwendwe
Nceda indlu yakho ibe phambili ngezi zinto nezinto ezinokusetyenziswa ezithandwayo.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Hombisa ngemali encinci: amacebiso avela kwiSuperhost uHuma
Umhleli wefashoni neSuperhost uchaza iimfihlelo zakhe zokonga imali.
Lifundeka ngemizuzu eyi-4
Indlela yokubhala ibali lakho
IiSuperhost uTereasa noDavid bachaza iindlela zabo abazithandayo zokubalisa ibali.
Lifundeka ngemizuzu eyi-8
Ukuqoqosha indawo yakho ukuze wonwabise iindwendwe
Indawo eqoqoshekileyo zihlala kamnandi kuyo iindwendwe ibe ayibasokolisi abantu abacocayo.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Amacebiso okonga umbane anokunciphisa iindleko zakho zombane
Utshintsho oluncinci lunokude lube yimali eyongiwayo eninzi kuze kuncitshiswe inkcitho.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Amacebiso okubuka iindwendwe ezifuna izinto ezinceda ilungele wonke umntu
Yamkela iindwendwe ezingakumbi ngokubalaselisa izinto zendlu yakho ezinceda ilungele wonke umntu.
Ividiyo yemizuzu eyi-8
Indlela yokwenza indawo yakho ibe tofotofo kubantu abasebenzela ekhaya
Izinto ezinokusetyenziswa ezifana ne-wifi nendawo ekhethekileyo yokusebenzela zinokutsala iindwendwe.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Iindlela eziyi-10 zokuphucula indawo yakho
Khuthazwa ukuba ulungise indawo yakho ngala macebiso avela kubabuki zindwendwe abanjengawe.
Lifundeka ngemizuzu eyi-4
Faka iinkcukacha iindwendwe eziza kuzithanda
Umntu owayekade engumphathi kwezobugcisa uchaza amacebiso akhe aphambili okuhombisa.
Lifundeka ngemizuzu eyi-6
Tsala iindwendwe ngokuvavanywa kwesantya se-wifi okutsha
Funda indlela yokuqinisekisa nokuveza isantya se-wifi yakho—into enokusetyenziswa ephambili kwa-Airbnb.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Thenga ezi zinto zokucoca
Nazi izinto ezifunekayo ukuze ucoce, unciphise iintsholongwane, uze indawo yakho uyilungiselele undwendwe olulandelayo.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Ukwenza indlu yakho idume kumajelo okuncokola
Funda indlela ukubakho kumajelo okuncokola okunokwenza ubhukishwe ngakumbi ngayo.
Lifundeka ngemizuzu eyi-8
Kuncedwa wena ukuze Ngumbuki zindwendwe ongonakalisi indalo
Funda ngokubuka iindwendwe ngendlela engayonakalisiyo indalo kwisaziso sika-Aprili Sequmrhu Labacebisi Lababuki Zindwendwe.
Lifundeka ngemizuzu eyi-4
Isikhokelo sabantu abaqalayo sendlela yokubuka iindwendwe ngendlela engonakalisi indalo
La macebiso anokukunceda wehlise ukusetyenziswa kwezinto ezonakalisa indalo kwindlu yakho.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Funda ngokuphinda usebenzise izinto nokunciphisa izinto ezilahlwayo
Yiba Ngumbuki Zindwendwe ongonakalisi indalo ngokunceda iindwendwe zizilahle ngendlela echanileyo izinto ezifuna ukulahlwa.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Isikhokelo sombuki zindwendwe sokuxhasa ukuhamba okukhusela indalo
Nceda iindwendwe zakho zibe ngabahambi abangayonzakalisiyo indalo ngala macebiso.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Indlela enye iSuperhost eyenza ngayo ukuze inciphise umonakalo kwindalo
Izinto ezincinci—ezifana nokusebenzisa iibhola zokomisa nefenitshala yakudala—kungenza umahluko.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Ababuki zindwendwe beAirbnb benza iindawo zabo zikhusele indalo
Funda indlela yokuba ngumbuki zindwendwe ozisebenzisa kakuhle izinto ezimngqongileyo ngokusebenzisa la macebiso eenkcutshe.
Lifundeka ngemizuzu eyi-7
Jonga ezinye izihloko
Qalisa ukubuka iindwendwe
Isizathu sokuba ubuke iindwendwe
Indlela ekuyiyo ukubuka iindwendwe
Imibuzo edla ngokubuzwa
Indawo yakho
Ukhuthazo lokuhombisa
Ukucoceka
Ukufikeleleka
Ukungonakaliswa kwendalo
Ukuyilungisa kunye nezinto ezinokusetyenziswa
Indlu yakho
Iinkcukacha zendlu neefoto
Ikhalenda neesetingi zokubhukisha
Iindlela zokubeka amaxabiso
Ukubuka iindwendwe
Ukonwabisa iindwendwe
Ukuncokola nokubhalisa xa ukufika
Imilinganiselo nezimvo
Iingxaki ezinokubakho
Khulisa ishishini lakho
Ukuthengisa nezaphulelo
ISuperhost
Buka ezingakumbi
Airbnb.org
Iqumrhu Labacebisi Lababuki Zindwendwe
Izinto Ezinokonwatyelwa
Amashishini okubuka iindwendwe
Izixhobo nezinto ezikhoyo
Amabali empumelelo