Dlulela kumxholo
Siyaxolisa, ezinye iindawo zewebhusayithi ye-Airbnb azisebenzi kakuhle xa ungayivumelanga i-JavaScript.
Iziko Lolwazi
Imixholo
Ukufunda
Iindaba
Uncedo
Ngena kwiakhawunti yakho
Iziko Loncedo
Qalisa ukubuka iindwendwe
Amanqaku ayi-27
,
·
Iividiyo eziyi-2
Qalisa ukubuka iindwendwe
Sebenzisa la macebiso avela Kubabuki Zindwendwe endlela yokuqala elakho ishishini lika-Airbnb.
Amanqaku ayi-27
,
·
Iividiyo eziyi-2
Izihluzi zohlobo lomxholo
Iinkcukacha
Iindlela ezintandathu zokuba ubhukishwe ngomzuzu wokugqibela
Ukufaka izaphulelo nokuvumela ukuba kuhlalwe ixesha elifutshane kunokukunceda ugcwalise ikhalenda yakho.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Zilungiselele kwangaphambili iimeko zemozulu ezingxamisekileyo
Lungiselela iindwendwe zakho nendawo yakho ukuze zikwazi ukumelana neenkanyamba, nezitshingitshane nobushushu obugqithiseleyo.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
UAirbnb ubabhatalisa malini ababuki zindwendwe?
Ukuqonda imali ebhatalelwa ukusebenzisa uAirbnb kunokukunceda usete indlela yokubeka amaxabiso.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Indlela uAirbnb abakhusela ngayo Ababuki Zindwendwe
Buka iindwendwe uzithembile ngeepolisi zethu nezinto zokuzikhusela.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Indlela esebenza ngayo iAirCover Yababuki Zindwendwe
Ukukhuselwa ngokupheleleyo kusoloko kuqukiwe kwaye kusimahla, nanini na ubuka iindwendwe.
Lifundeka ngemizuzu eyi-5
Indlela yokwenza imali kuAirbnb
Fumana amacebiso Kubabuki Zindwendwe ukuze ufake indawo yakho uze wenze imali kuAirbnb.
Lifundeka ngemizuzu eyi-4
Indlela oza kubhatalwa ngayo ngokubuka iindwendwe
Funda izinto ezisisiseko ngexesha nendlela oza kubhatalwa ngayo.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Indlela yokwenza indawo yakho neendwendwe zilungele imililo yehlathi
La macebiso eengcali anokukunceda unciphise imingcipheko uze ufundise iindwendwe ngokhuseleko.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Ukuqonda Uvel' Ubhukishe
Uvel' Ubhukishe angayenza lula inkqubo yokubhukisha aze ancede indlu yakho yahluke kwezinye.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Indlela yokuqalisa ishishini kuAirbnb
Landela la manyathelo alula ukuze uqalise ukwenza imali kuAirbnb.
Ividiyo yemizuzu eyi-10
Ukuqonda iisetingi zakho zekhalenda nezokubhukisha
Seta ixabiso nexesha ofumaneka ngalo kuze kubhukishwe ngeli xesha ulifunayo.
Lifundeka ngemizuzu eyi-4
Ziintoni Iiklabhu Zababuki Zindwendwe bakwa-Airbnb?
Joyina iklabhu yasekuhlaleni ukuze ufumane amacebiso Kubabuki Zindwendwe abakufuphi kuwe.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Khetha ipolisi yokurhoxa ekulungelayo
Fumana ipolisi eza kulungela wena nendlela ofuna ukubuka ngayo iindwendwe.
Lifundeka ngemizuzu eyi-4
Indlela ekusebenza ngayo ukukhangela kuAirbnb
Fumana amacebiso okuphucula indawo ovela kuyo xa kukhangelwa.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Kutheni umele ufake indawo yakho kuAirbnb?
Ungenza indawo yakho ongayisebenzisiyo ikwenzele imali engakumbi, nokuba uphi na.
Ividiyo yemizuzu eyi-5
Indlela yokubuka iindwendwe ngendlela ofuna ngayo
Buka iindwendwe kwindawo yakho ngale ndlela ufuna ngayo ngokulungisa iisetingi nemithetho yekhaya.
Lifundeka ngemizuzu eyi-5
Ngaba indawo yam imlungele uAirbnb?
Kukho undwendwe olufanele indawo nganye—eyona nto ibalulekileyo kukuyicacisa kakuhle into ezimele ziyilindele.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Kwenzeka ntoni xa iindwendwe zirhoxisa okanye zitshintsha ukubhukisha?
Nazi izinto omele uzilindele ngemali oza kuyibhatalwa xa kutshintsha uhambo obelucetyiwe.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Amacebiso okunqanda iipati kwindlu yakho
Fumana iinkcukacha ngokungavunyelwa kweepati emhlabeni wonke namacebiso okuphepha iingxaki.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
IiSuperhost ezimbini ziyaphumelela ekwamkeleni iindwendwe kwiiAirstream zazo
Ababuki zindwendwe eColorado naseBritish Columbia benza izinto ezinkulu kwiindawo ezincinci.
Lifundeka ngemizuzu eyi-4
Ukubuka iindwendwe ngendlela engakhethiyo nokulwa nomkhethe
Iingcali zichaza amacebiso aluncedo zize zinike Ababuki Zindwendwe izikhokelo.
Lifundeka ngemizuzu eyi-11
Utitshalakazi ufumanise ukuba ukwamkela iindwendwe kwigumbi lakhe elingasebenziyo kuyafundisa
Ukubuka iindwendwe kumnceda akwazi ukubhatalela igumbi lesibini—aze adibane nabantu abavela emhlabeni wonke.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Iindawo yeeSuperhost: ukwenza ikhaya lifudumale emva kokulahlekelwa
Umhlolokazi ubalisa indlela ukwamkela iindwendwe ezivela kwamanye amazwe okwamnceda ngayo waphila.
Lifundeka ngemizuzu eyi-4
Indlela umbuki zindwendwe ka-Airbnb uBrenda enza ngayo ingeniso ngexesha lomhlala-phantsi
Ukubuka iindwendwe kuvumele umntu othathe umhlala-phantsi ukuba agcine indlu yentsapho yakhe aze azixhase.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Indlela indlu eyakhiwe ngezandla eyanceda ngayo iiSuperhost ezimbini zibe ngathi zithathe umhlala-phantsi
Ukususela kwistena sokuqala ukuya kundwendwe lokuqala, esi sibini sibalisa indlela esiyihambileyo ukuze sibuke iindwendwe.
Lifundeka ngemizuzu eyi-4
Indlela yokwandisa ishishini lakho Ngezinto Ezinokonwatyelwa
Ababuki zindwendwe banokwenza konke okusemandleni ukuze babe nezinto ezonwabisayo.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Indlela iSuperhost eyaba ngumbuki zindwendwe Wento Enokonwatyelwa ngayo
Nantsi into efundwe yimvumi ekwayiSuperhost kwindlela yayo entsha yokubuka iindwendwe.
Lifundeka ngemizuzu eyi-4
Qalisa kuAirbnb
Funda ukuba ungaqala njani ukubuka iindwendwe, ukususela ekwenzeni indlu yakho ukuya ekulungiseni indawo yakho.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Yeyiphi imithetho yokubuka iindwendwe esebenzayo kuwe?
Funda ukuba ungayifumana phi inkcazelo ngemithetho yasekuhlaleni, irhafu neemvume ezikhethekileyo Zababuki Zindwendwe.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Jonga ezinye izihloko
Qalisa ukubuka iindwendwe
Isizathu sokuba ubuke iindwendwe
Indlela ekuyiyo ukubuka iindwendwe
Imibuzo edla ngokubuzwa
Indawo yakho
Ukhuthazo lokuhombisa
Ukucoceka
Ukufikeleleka
Ukungonakaliswa kwendalo
Ukuyilungisa kunye nezinto ezinokusetyenziswa
Indlu yakho
Iinkcukacha zendlu neefoto
Ikhalenda neesetingi zokubhukisha
Iindlela zokubeka amaxabiso
Ukubuka iindwendwe
Ukonwabisa iindwendwe
Ukuncokola nokubhalisa xa ukufika
Imilinganiselo nezimvo
Iingxaki ezinokubakho
Khulisa ishishini lakho
Ukuthengisa nezaphulelo
ISuperhost
Buka ezingakumbi
Airbnb.org
Iqumrhu Labacebisi Lababuki Zindwendwe
Izinto Ezinokonwatyelwa
Amashishini okubuka iindwendwe
Izixhobo nezinto ezikhoyo
Amabali empumelelo