Dlulela kumxholo
Siyaxolisa, ezinye iindawo zewebhusayithi ye-Airbnb azisebenzi kakuhle xa ungayivumelanga i-JavaScript.
Iziko Lolwazi
Imixholo
Ukufunda
Iindaba
Uncedo
Ngena kwiakhawunti yakho
Iziko Loncedo
Zonke iindaba
Amanqaku ayi-44
,
·
Iividiyo eziyi-2
Zonke iindaba
Fumana iindaba zakutshanje, izinto ezintsha namabali angokubuka iindwendwe kuAirbnb.
Amanqaku ayi-44
,
·
Iividiyo eziyi-2
Izihluzi zohlobo lomxholo
Iinkcukacha
Ithebhu Yemiyalezo yindawo yakho yemiyalezo entsha
Imiyalezo yakho engokubuka iindwendwe, engohambo, nengoncedo ngoku ikwindawo enye.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Ukukwazi ukulawula ngakumbi kwithebhu ethi Izindlu
Ungaphinda uzilungelelanise kakuhle iifoto ngokwamagumbi uze ulungise iifoto ezibukisayo usebenzisa iAI.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Yazi okungakumbi ngeendwendwe zakho ngezinto ezilungisiweyo kwiprofayile
Indlela entsha eyenziwe ngayo iprofayile inento encedisa ekufotweni kwefoto ukuze kufotwe iifoto ezingcono.
Lifundeka ngomzuzu oyi-1
Ideshibhodi yengeniso yenza kufumaneke inkcazelo entsha ebalulekileyo
Ngoku ungenza iingxelo ezikhethekileyo uze uhluze ngokohlobo lwengeniso.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Fumana umbuki zindwendwe oncedisayo ofanelekileyo kuAirbnb
Fumana uncedo olusemgangathweni lwasekuhlaleni Kwinethiwekhi Yababuki Zindwendwe Abancedisayo.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Ncokola ngendlela esebenza ngakumbi ngezinto eziphuculiweyo kwimiyalezo
Iimpendulo ezikhawulezayo ezintsha, iimpendulo ezikwincoko nezixhobo zokulungisa ziyeza kungekudala.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Khokela Iklabhu Yababuki Zindwendwe yasekuhlaleni
Dibanisa ababuki zindwendwe bengingqi yakho ukuze basondelelane, basebenzisane, kwaye baxelelane izinto.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Ukunciphisa ukuba sesichengeni somsi otyhefayo kwindawo yakho
Faka ialam yomsi otyhefayo uze ulungise indlu yakho ukuze wazise iindwendwe.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Konektha indlela yokungena ngokusebenzisa ifowuni okanye ngokufaka ikhowudi emnyango kuAirbnb ukuze kube lula ukubhalisa xa kufikwa
Ababuki zindwendwe abanezindlu eMerika naseKhanada banokufaka izitshixo ezihambelana nendlela yokubhalisa xa kufikwa.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Indlela yokwenza indawo yakho neendwendwe zilungele imililo yehlathi
La macebiso eengcali anokukunceda unciphise imingcipheko uze ufundise iindwendwe ngokhuseleko.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Indlela yokuthelekisa umyinge wexabiso lezindlu ezifana neyakho
Khawuleza ufikelele kwimephu ebonisa umyinge wamaxabiso eendawo ezifana neyakho.
Lifundeka ngomzuzu oyi-1
Imithetho ebekiweyo yeendwendwe
U-Airbnb ufuna ukuba iindwendwe ziyihloniphe indawo yakho zize zithobele imithetho yekhaya yakho.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Iimvume Ezintsha Zomntu Okuncedisayo nokubhatalwa lula
Lawula izinto Umntu Okuncedisayo anokukwazi ukuzenza, uze wahlulelane ngemali oyibhatalwayo kuAirbnb.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Izinto ekufuneka uzazi ngokwamkela iindwendwe ezizintsapho
Ngobuchule lungisa indawo yakho uze utshintshe indlu yakho ukuze bande abantu abanomdla kuyo.
Lifundeka ngemizuzu eyi-4
Izikhokelo zokhuseleko ezibalulekileyo Zababuki Zindwendwe
Landela la macebiso okubuka iindwendwe ngenkathalo ukuze ugcine iindwendwe zakho zikhuselekile.
Lifundeka ngemizuzu eyi-4
Ezithandwa Zindwendwe: Ezona ndawo zithandwayo ngokutsho kweendwendwe
Indlela entsha yokuba indlu ibalasele ngokusekelwe kwimilinganiselo, kwizimvo, nasekuthembekeni.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Indawo yemilinganiselo nezimvo ehlaziyiweyo
Iphepha lemilinganiselo elenziwe ngokutsha nokwahlulahlulwa, ukulandelelaniswa kwemilinganiselo nokungakumbi.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Iindlela ezintsha zokubhatalwa Kombuki Zindwendwe Okuncedisayo onokukhetha kuzo
Yahlulelana ngemali yakho yokucoca uze uthumele imiyalezo ngokungqalileyo Kubabuki Zindwendwe Abakuncedisayo kuAirbnb.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Ukwazisa ngethebhu Yezindlu
Izixhobo ezininzi ezitsha zokulawula indlu yakho nokubonisa iinkcukacha zendawo yakho.
Ividiyo yemizuzu eyi-5
Ukusebenzisa imiyalezo ebekelwe ixesha ukuze wonge ixesha
Nxibelelana ngokuzenzekelayo neendwendwe zakho ukususela kwixesha lokubhalisa xa kufikwa ukuya kutsho kwixesha lokuphuma.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Ukusebenzisa iimpendulo ezikhawulezileyo ukuze wonge ixesha
Yenza iithempleyithi zemiyalezo ukuze uphendule imibuzo edla ngokubuzwa zindwendwe.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Into entsha eyahluke ngayo indlu inceda amakhaya akwizinga eliphezulu abe phambili
Izindlu ezikwizinga eliphezulu zifumana indebe ngokusekelwe kwimilinganiselo, kwizimvo, nasekuthembekeni.
Lifundeka ngomzuzu oyi-1
Yintoni Ipolisi Yeziganeko Ezikhulu Eziphazamisayo?
Funda ngendlela uAirbnb akusingatha ngayo ukurhoxa xa kusenzeka iziganeko ezikhulu.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Indlela ezisebenza ngayo Iindidi ezikuAirbnb
Funda ngale nto uze uhlole ukuba indlu yakho ikoluphi udidi.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Indlela yokuphikisa izimvo zokuziphindezelela
Cela ukuba kususwe uluvo lokuziphindezelela, nokuba lufakwe kudala kangakanani.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Amagumbi, into entsha ngamagumbi okulala
Ungachazela iindwendwe ngakumbi ngawe usebenzisa into entsha ethi Mazi Umbuki Zindwendwe.
Ividiyo yemizuzu eyi-4
Izinto eziphuculiweyo kwimiyalezo ukuze ukwazi ukuncokola neendwendwe
Khawuzame ukusebenzisa umyalezo wokufundwa kweimeyile neempendulo ezikhawulezayo ezintsha.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Izinto eziphuculiweyo zenza kube lula ukulawula ikhalenda yakho ngefowuni
Khetha iintsuku eziliqela ngokuswayipha kube kanye uze ubonise unyaka wonke ngexesha elinye.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Izixhobo zokubeka amaxabiso ezilungiswe ngokutsha, ngoku kwikhalenda yakho ka-Airbnb
Ukwahlulahlulwa kwamaxabiso okulungisiweyo nezaphulelo eziphuculiweyo zinokukunceda ulawule ixabiso lakho.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Indlela yokuphuma ecacileyo nelula
UAirbnb uyithumela ngokuzenzekelayo imiyalelo yakho yokuphuma kwiindwendwe.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Izikhokelo zokubhala isihloko sendlu yakho
Lungisa isihloko sakho ukuze ubonise indawo yakho kwiziphumo zokukhangela.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Uluvo lwentsapho lukhuthaze ezi zinto zika-Airbnb ezilungisiweyo
Fumana iinkcukacha ngezihluzi ezitsha zokukhangela, ngokubekwa elubala kwamaxabiso, nezindlu eziqinisekisiweyo.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Ezona ndawo zithandwayo zohambo ngoku kuAirbnb
Iindwendwe zifuna ilanga, iindawo ezibukwayo neendawo zokonyuka iintaba kwiindawo ekusenokwenzeka ukuba awuzilindelanga.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Indlela Ababuki Zindwendwe abanokuzuza ngayo kwizinto eziphuculiweyo zeendwendwe ezifuna ukuhlala ixesha elingangenyanga
Izixhobo ezintsha zokukhangela neendlela zokubhatala zinokunceda iindwendwe ezingakumbi zibhukishe uhambo lwexesha elide.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Ukubeka ixabiso xa kuza kuhlalwa ixesha elide
Izaphulelo zeveki nezenyanga zinokunceda ziphucule indawo indlu evela kuyo xa kukhangelwa nokubhukishwa.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Indlela ukuhlala ixesha elide okunolinceda ngayo ishishini lakho lokubuka iindwendwe
Iindwendwe ezimbalwa ezibhukisha iintsuku ezingakumbi zingenza kube lula ukubuka iindwendwe uze wonyuse ingeniso yakho.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Inkcazelo elungisiweyo Yababuki Zindwendwe abasebenzisa ilungiselelo ledilesi yeimeyile engalibonisiyo igama lomntu
Nantsi into Ababuki Zindwendwe abamele bayazi ngokuqhakamshelana neendwendwe.
Lifundeka ngomzuzu oyi-1
Indlela entsha esilwa ngayo ucalulo kuAirbnb
Ukwazisa nge-Project Lighthouse ukuze kubhaqeke, kulinganiswe kuze kupheliswe ucalulo.
Lifundeka ngemizuzu eyi-8
Ukwazisa ngeeflethi ezilungele uAirbnb
Senza kube lula ukufumana indawo eqeshisayo onokubuka iindwendwe ixesha elithile.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Amacebiso okunqanda iipati kwindlu yakho
Fumana iinkcukacha ngokungavunyelwa kweepati emhlabeni wonke namacebiso okuphepha iingxaki.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Izinto ezintsha ekuhlolweni kweeSuperhost
Sibuyele kwizinto eziyi-4 eziqhelekileyo ezifunekayo ukuze ube yiSuperhost.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Indlela yokwenza indawo yakho ibe tofotofo kubantu abasebenzela ekhaya
Izinto ezinokusetyenziswa ezifana ne-wifi nendawo ekhethekileyo yokusebenzela zinokutsala iindwendwe.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Iindlela ezintsha zokuba iindwendwe zifumane indlu yakho
Funda ukuba olona tshintsho lukhulu kuAirbnb kwishumi leminyaka luthetha ukuthini Kubabuki Zindwendwe.
Lifundeka ngemizuzu eyi-4
Tsala iindwendwe ngokuvavanywa kwesantya se-wifi okutsha
Funda indlela yokuqinisekisa nokuveza isantya se-wifi yakho—into enokusetyenziswa ephambili kwa-Airbnb.
Lifundeka ngemizuzu eyi-2
Ukufaka nokulungisa izinto ezinokusetyenziswa kulula ngakumbi kunangaphambili
Sazise ngezinto ezinokusetyenziswa onokukhetha kuzo ezintsha—neendlela ezintsha zokuzifaka kwindlu yakho.
Lifundeka ngemizuzu eyi-3
Indlela esinika ngayo ababuki zindwendwe isihlalo etafileni
Ukwazisa ngeQumrhu Labacebisi Lababuki Zindwendwe lika-Airbnb Nemali Enikwa Ababuki Zindwendwe yakwa-Airbnb.
Lifundeka ngemizuzu eyi-6
Jonga ezinye izihloko
Qalisa ukubuka iindwendwe
Isizathu sokuba ubuke iindwendwe
Indlela ekuyiyo ukubuka iindwendwe
Imibuzo edla ngokubuzwa
Indawo yakho
Ukhuthazo lokuhombisa
Ukucoceka
Ukufikeleleka
Ukungonakaliswa kwendalo
Ukuyilungisa kunye nezinto ezinokusetyenziswa
Indlu yakho
Iinkcukacha zendlu neefoto
Ikhalenda neesetingi zokubhukisha
Iindlela zokubeka amaxabiso
Ukubuka iindwendwe
Ukonwabisa iindwendwe
Ukuncokola nokubhalisa xa ukufika
Imilinganiselo nezimvo
Iingxaki ezinokubakho
Khulisa ishishini lakho
Ukuthengisa nezaphulelo
ISuperhost
Buka ezingakumbi
Airbnb.org
Iqumrhu Labacebisi Lababuki Zindwendwe
Izinto Ezinokonwatyelwa
Amashishini okubuka iindwendwe
Izixhobo nezinto ezikhoyo
Amabali empumelelo